Genesis 9:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Hame, uyise ka‐Kanane, wabona ubuzé boyise, waya waxelela abakuluwe bake bobabini ngapandle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UHam, uyise kaKanan, wabubona ubuze bukayise, waxelela abakhuluwa bakhe bobabini ngaphandle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uKama, uyise kaKanan, wakubona ukuzila kukayise, waxelela abakhuluwa bakhe bobabini ngaphandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHam, uyise kaKanana, uthe akumbona eze uyise, waphuma waya kuxelela abantakwabo phandle.