Genesis 9:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ude wavuka u‐Nowa kokweveyine yake, wayesazi oko abekwenzile kuye unyana wake omncinane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuka uNowa ewayinini yakhe, wakwazi akwenzileyo unyana wakhe omnci kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuka uNowa ewayinini yakhe, ekwazi akwenzileyo unyana wakhe omnci kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuqabuka uNowa, wayiva into eyenziwe ngunyana wakhe oligqibelo,