Genesis 9:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Nowa wahlala emveni kwomsingakazi iminyaka yamakulu matatu anamashumi mahlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahlala uNowa emveni konogumbe iminyaka emakhulu mthathu anamanci mahlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uNowa wahlala emveni konogumbe iminyaka emakhulu mathathu anamanci mahlanu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNowa wahlala amakhulu amathathu namashumi amahlanu emva kwemvula kanogumbe,