Genesis 9:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yonke imihla ka‐Nowa ibiyiminyaka ingamakulu alitoba anamashumi mahlanu; wada wafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke imihla kaNowa yaba yiminyaka emakhulu asithoba anamanci mahlanu; wafa ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iyonke imihla kaNowa yaba yiminyaka emakhulu asithoba anamanci mahlanu, wafa ke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wabhubha emakhulu alithoba namashumi mahlanu ubudala.