Genesis 9:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Konke okushukumayo, oko kunokudliwa kwobomi, kwoba kukutya kuni; kwa njengomfuno oluhlaza ndinipile konke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izinambuzane eziphilileyo mazibe kukudla kuni;njengomfuno oluhlaza, ndininikile oko konke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke inyakanyaka ephilileyo yoba kukudla kwenu; njengemifuno eluhlaza ndininike yonke into.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke into ephilayo yoba kukutya kwenu. Njengoko ndaninikayo uhlaza, ndininika into yonke ngoku.