Genesis 9:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Opalaza igazi labantu, elake igazi liya kupalazwa ngabantu; ngokuba bekungomfanekiso katixo wenzayo abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ophalaza igazi lomntu, igazi lakhe lophalazwa ngumntu, ngokuba umntu wenziwa ngokomfanekiselo kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ophalaza igazi lomntu, igazi lakhe lophalazwa ngumntu, ngokuba umntu wamenza ngokomfanekiselo wakhe uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu wenziwa wangumfuziselo kaThixo, nabani na ke obulala omnye umntu naye uya kubulawa kwangomnye umntu.