Habakkuk 1:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sesiya kuwenza zé ngoko ke na umnata waso, singayeki ukubulala izizwe futi nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kuwukhuphela na ngenxa yoko umnatha wabo, bahlale bebulala iintlanga, bangacongi na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba ngoku baya kuphosa iminatha yabo baze bacebe ukubulala iintlanga?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba ohlala eqongqotha umnatha, etshabalalisa izizwe engenalusini?