Habakkuk 1:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina ukuba undibonise inkohlakalo, uti wena ukangele ububi? ngokuba ukubada nobudlwengu bupambi kwam; kuko ipike kanjalo, nempikiswano iyazipakamisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ukuba undikhangelise ubutshinga, ukondele okubi?Yimbuqo nogonyamelo phambi kwam; kukho ubambano, kuphakame ingxabano.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ukuba ubuxele ubugwenxa bam, undikhangelise? kuba phambi kwam ukubhuqa nogonyamelo luphambi kwam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yini na ukuba undibonise inkohlakalo? Ngani ukuba ujongane nobugwenxa? Naku sendiphahlwe yimbubho nogonyamelo; imbambano nesidube-dube zixananazile.