Habakkuk 1:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, bona ke, ndiya kuvusa ama‐Kaledine, esosizwe siṙaṙa esinxamileyo; esihambayo ezindaweni ezibanzi zomhlaba, ukuba sifuye indawo zokublala ezingezezaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, yabonani, ndixhoxha amaKaledi, uhlanga olulugcalagcala, oluyintshakavula; oluhamba nobubanzi behlabathi, ukuze luhluthe amakhaya angewalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba, yabonani, ndixhoxha amaKaledi, laa madoda anobujorha, azizigantsontso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndiza kuvusa amaKaledi, uhlanga olugenalusini noluzizityhuthu-tyhuthu, izinto ezilityhutyha ngobubanzi balo ilizwe, zithimbe imizi engeyoyazo.