Habakkuk 2:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kuma pezu kwendawo yam yokulinda, ndizimise pezu kwenqaba, ndandiya kuqolosela ndize ndibone ukuba uya kuteta nto nina kum, nento endiya kupendula yona ngokupikisa kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuma emboniselweni yam, ndizibeke phezu kwenqaba, ndibonisele, ukuba ndiyibone into aya kuyithetha kum, nento endiya kuphendula yona ngenxa yesimangalo sam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndiya kuma emboniselweni yam, ndihlale phezu kwenqaba, ndibonisele, ukuba ndiyibone into aya kundixelela yona, nento endiya kuyijika ngenxa yesohlwayo sam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndophuma ndime emboniselweni yam, ndothi ngxishi phaya enqabeni, ndibonisele ndive oko akuthethayo kum, nempendulo yakhe kwisimangalo sam.