Habakkuk 2:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umhlaba uya kuzaliswa kukwaziwa kwobungcwalisa bukayehova, njengokuba amanzi egubungela ulwandle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ihlabathi liya kuzala kukwazi ubuqaqawuli bukaYehova, njengamanzi egubungele ulwandle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ihlabathi liya kuzala kukwazi uzuko lukaYehova, njengamanzi egubungele ulwandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona umhlaba uya kuphuphuma kukubuqonda ubungangamsha bukaNdikhoyo, okwamanzi agubungele ulwandle.