Habakkuk 2:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba nzima kulowo oti emtini: Vuka! nasetyeni elingenakuteta: Zivuse! Wofundisa wona nje! Nanguya walekiwe ngegolide nangesilivere, kanti akuko namnye umoya pakati kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uha, kothi emthini, Vuka! athi kwilitye elithe cwaka, Suk ume! Lingayala na? Nalo, lifakwe egolideni nasesilivereni;akukho nto ingumoya phakathi kwalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha lowo uthi kwityholo: “Vuka! kwilitye elithe cwaka: Vuka, uya kufunda! Uyabona, wambeswe yigolide nesilivere; akukho moya kuwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawoo kothi emthini: ‘Vuka!’ othetha nelitye elifileyo, athi: ‘Phakama!’ Ungakufundisa ntoni umfanekiso, into etyatyekwa ngegolide nesiliva? Hayi, ayinamphefumlo tu!