Habakkuk 2:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abayi kusuka ngesiqupe na abo abaya kukuluma, bavuke abo abaya kukuzamazamisa? wauya kuba ngamaxoba abo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abakudlayo abayi kusuka beme ngesiquphe yini na, bavuke abakuqungaqungayo, ube ngamaxhoba kubo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abanilumayo abayi kuvuka kwaoko na, baze basuke bangesuki abakuqumbisayo, ube lixhoba labo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abanamatyala kuwe bosuka bakuvukele ngequbuliso; bokujikela bakutsho ungcangcazele, ibe nguwe kanye lowo uphangwayo.