Haggai 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Zerubabeli unyana ka‐Shalatiyeli, no‐Yoshuwa unyana ka‐Yotsadaki, umperisite omkulu, naso sonke isisalela sabantu, bapulapula ilizwi likayehova, utixo wabo, namazwi ka‐Hagai umprofite, njengokuba uyehova, utixo wabo, emtumile; bati abantu bamoyika uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baliphulaphula ke ooZerubhabheli unyana kaShalatiyeli, noYoshuwa unyana kaYotsadaki, umbingeleli omkhulu, namasalela onke abantu, ilizwi likaYehova uThixo wabo, ngokwamazwi kaHagayi umprofeti, njengoko wayemthumile uYehova uThixo wabo;boyika abantu ebusweni bukaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baliphulaphula ke ooZerubhabheli unyana kaShalatiyeli, noYoshuwa unyana kaYotsadaki, umbingeleli omkhulu, namasalela onke abantu, ilizwi likaYehova uThixo wabo, namazwi kaHagayi umprofeti, njengoko wakuthethayo uYehova uThixo wabo wamthuma; basaba abantu phambi koYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uZerubhabheli unyana kaShelatiyeli, nombingeleli omkhulu uYeshuwa unyana kaYozadaki, nabo bonke abantu abangamasalela, bawuthobela bawenza umyalelo *kaNdikhoyo uThixo wabo, ngokwamazwi *omshumayeli uHagayi.