Haggai 1:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lixesha na kuni, ninandini! lokuba nihlale ezindlwini zenu ezifulelweyo, ize indlu le ibe ici̔takele?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lixesha na kuni nina, lokuba nihlale ezindlwini zenu zalekiwe, ibe le ndlu yam yona ilinxuwa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba lixesha lenu na, nina, lokuba nihlale ezindlwini zenu ezinqatyisiweyo, yaye le ndlu sele iyinkangala?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngani ukuba nina nihlale ezindlwini ezifanelekileyo, kodwa yona indlu yam ibe ilinxuwa?