Haggai 2:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Hagai: Ukuba onco̔lileyo ngenxa yomzimba ofileyo uyacu̔kumisa enye yezi zinto, yoba inco̔lile na? Baza bapendula abaperisite bati: Yoba inco̔lile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uHagayi, Ukuba uthe wafika oyinqambi ngenxa yomfi, kwezo zinto zonke, zoba ziinqambi na? Baphendula ababingeleli bathi, Zoba ziinqambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uHagayi, Ukuba uthe wafika oyinqambi ngenxa yomfi, kwezo zinto, zoba ziinqambi na? Baphendula ababingeleli, bathi, Yonziwa inqambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uHagayi wathi: “Ukuba umntu *unomlaza kukuphatha isidumbu, ngaba xa echukumise ukutya nako kutsho kube nomlaza?” Ababingeleli baphendula bathi: “Ewe, kuba nomlaza.”