Haggai 2:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esitsho uyehova wemikosi ukuti: Kusekanye, kwoba ngumzuzwana kodwa, ndandiya kuzamazamisa izulu, nomhlaba, nolwandle, nokwomileyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYehova wemikhosi utsho ukuthi, Kusaya kuba kanye, umzuzwana ke, ndinyikimise izulu, nehlabathi, nolwandle, nomhlaba owomileyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Kungekudala, umzuzwana ke, ndinyikimise izulu, nehlabathi, nolwandle, nomhlaba owomileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kaloku uNdikhoyo onamandla onke uthi: ‘Kungekudalanje, ngaso isihlandlo esinye, ndiya kunyikimisa izulu nehlabathi, ndigungqise ulwandle nomhlaba owomileyo.