Hebrews 1:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
zotshabalala zona, kodwa wena uhlala uko; ewe zonke ziya kuguga njengengubo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wona aya kutshabalala, ke wena uhlala uhleli; Aye onke njengengubo eya konakala,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezo zinto ziya kutshabalala; ke wena uhlala uhleli; Aye onke njengengubo eya konakala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa zizonke ziya kudlula, kodwa wena uhlala uhleli; ziya kuguga njengeempahla.