Hebrews 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wauya kuzisonga njengesivato, zaziya kuguqulwa ke: kanti wena ukwa nguwe; neminyaka yako ayisayi kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nanjengesambatho uya kuwasonga, Asuke abe ngawambi; Ke wena ukwanguwe, Nayo iminyaka yakho ayiyi kuphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuzisonga njengesambatho, ziguqulwe; ke wena ukwanguwe, neminyaka yakho ayiyi kuphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuzisonga njengeengubo, zona ziya kutshintshwa njengesambatho; ube wena ungaguquki, ube wena ungagugi.”