Hebrews 1:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kwiyipina yazo ingelosi uke watsho ukuti: Hlala ngasekunene kum, ndide ndenze intshaba zako zibe sisitulo senyawo zako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sisiphi na ke isithunywa, awakha wathi kuso, Hlala ngasekunene kwam, Ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sisiphi na ke isithunywa, awakha wathi kuso, Hlala ngasekunene kwam, Ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo zange atsho nakusinye isithunywa ukuthi: “Hlala ngakum kweli wonga lo gama ndikoyisela iintshaba zakho.”