Hebrews 1:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zona zonke azingomoya abakonzayo na, betunyelwa ukwenza inkonzo ngenxa yabo abaya kuzuza usindiso?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Azingomoya ababusayo zonke na, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zalo usindiso?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Azingabo na zonke oomoya ababusayo, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zosindiso?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kakade ke ngoobani izithunywa? Zingoomoya abathunywa nguThixo, benceda abo baziindlalifa zosindiso.