Hebrews 1:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owati, eyinkazimlo yobungcwalisa bake nemfano yesiqu sake, epata nokupata zonke izinto ngelizwi lamandla ake, eyenzile ngokwake nje intlanjululwa yezono zetu, wahlala pantsi ngasekunene kwobukulukazi enyangweni yapezulu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
othe, elubengezelo lobuqaqawuli bakhe, nombhalo wenkqu yakhe, ezithwele nokuzithwala zonke izinto ngalo ilizwi lamandla akhe, wesuka, akuba eyenzile ngokwakhe intlambululo yokusihlambulula ezonweni, wahlala phantsi ngasekunene kobuKhulu, enyangweni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
othe, elubengezelo lobuqaqawuli bakhe, nombhalo wenkqu yakhe, ezithwele nokuzithwala zonke izinto ngalo ilizwi lamandla akhe, wesuka, akuba eyenzile ngokwakhe intlambululo yezono, wahlala phantsi ngasekunene kobuKhulu, enyangweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, uNyana lo uphuhlisa ubungangalala bukaThixo, ibe ke yena noThixo bangumceph' ucandiwe. Ihlabathi lixhaswe nguye ngamandla elizwi lakhe. Uthe ke akuba elwenzile uxolelo lwezono wahlala ewongeni kwaThixo kweliphezulu.