Hebrews 1:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kwiyipina yazo ingelosi ebeka watsho ukuti: Ungunyana wam wena, ndikuzele namhla nje? nakanjako: Mna ndiya kuba nguyise kuye, naye woba ngunyana kum?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba sisiphi na isithunywa, awakha wathi kuso, UnguNyana wam wena, Mna ndikuzele namhla? Nokuthi, Mna ndiya kuba nguYise wakhe, Yena abe nguNyana wam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba sisiphi na isithunywa, awakha wathi kuso, UnguNyana wam wena, Mna ndikuzele namhla? Nokuthi, Mna ndiya kuba nguYise kuye, Yena abe nguNyana wam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo akukho sithunywa wakha wathi kuso: “UnguNyana wam wena, ndikuzele namhlanje;” engazange atsho nokuthi: “Ndiya kuba nguYise, yena abe nguNyana wam.”