Hebrews 1:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ngaye unyana kutshiwo ukuti: Iterone yako, Tixo! yohlala kude kube ngunapakade kanapakade; intonga yobukumkani bako yintonga yokulunga;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa ngaye yena uNyana uthi, Itrone yakho, Thixo, isa ephakadeni lasephakadeni; Yintonga ethe tye intonga yobukumkani bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuye yena uNyana uthi, Itrone yakho, Thixo, ingunaphakade kanaphakade; yintonga yobulungisa intonga yobukumkani bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uthi mayela noNyana: “Kambe, ulawulo lwakho, Thixo, àluphele ndawo! Kwaye futhi wena ulawula ngobulungisa.