Hebrews 10:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa yena, elinikele nje idini linye ngenxa yezono libe ngunapakade, wahlala pantsi ngasekunene kwotixo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa yena lo, esondeze idini lalinye ngenxa yezono, usuke wahlala phantsi ngasekunene kukaThixo ngokungapheliyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa yena lo, esondeze idini lalinye ngenxa yezono, usuke wahlala phantsi ngasekunene kukaThixo ngokungapheliyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uKrestu yena wenze umnikelo wamnye qha ngenxa yezono, waza waya kuhlala kwiwonga alinikwe nguThixo.