Hebrews 10:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
elinda ixesha eliseleyo zide intshaba zake zenzwe isitulo senyawo zake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
okokugqibela elinde ukuba zide iintshaba zakhe zenziwe isihlalo seenyawo zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kususela ngoku elinde ukuba zide iintshaba zakhe zenziwe isihlalo seenyawo zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke ulinde khona ukuba ade uThixo amoyisele iintshaba zakhe.