Hebrews 10:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuloko kukoyo ngawo ukukunjulwa kwezono iminyaka ngeminyaka:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kusuke kuwo apho kubekho ukukhunjuzwa kwezono iminyaka ngeminyaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kambe ke, kuwo onke amadini, kubakho nokukhumbula izono unyaka nonyaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa, ndaweni yaloo nto, la madini abakhumbuza ngezono minyaka le.