Hebrews 10:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba simazi owatshoyo ukuti: Kukokwam ukupindezela, kwobuyekezwa ndim; utsho uyehova. Nakanjako: Uyehova uya kulungisa abantu bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba siyamazi lowo watshoyo ukuthi, Impindezelo yeyam, kuya kubuyekeza mna, itsho iNkosi. Kananjalo wathi, INkosi iya kubagweba abantu bayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku siyamazi lowo watshoyo ukuthi, Impindezelo yeyam, kuya kubuyekeza mna, itsho iNkosi. Kananjalo wathi, iNkosi iya kubagweba abantu bayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; ndim oya kubuyekeza.” Kwakhona uphinda athi: “INkosi iya kubagweba abantu bayo.”