Hebrews 10:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nibe nivana nam ekubanjweni kwam, navumela ngovuyo ukupangwa kwempahla zenu, nisazi ukuba ninayo kuni ngokwenu imfuyo elungileyo ngakumbi ezulwini nehlala ihleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba navelana nam ndisezintanjeni; kananjalo nakwamkela ngovuyo ukuphangwa kweempahla zenu, nisazi ukuba ninayo kuni ngokwenu emazulwini eyona mpahla ilungileyo, ihlala ihleli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba navelana nam ndisezintanjeni; kananjalo nakwamkela ngovuyo ukuphangwa kweempahla zenu, nisazi ukuba ninayo kuni ngokwenu emazulwini eyona mpahla ilungileyo, ihlala ihleli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe kaloku, navelana nabo abo babesentolongweni; naloo nto yokohluthwa impahla yenu nayamkela ngovuyo, kuba nisazi ukuba nina ninento ebhetele eya kuhlala ihleli.