Hebrews 10:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nifanele ukuba nomonde, ukuze niti, nakuba niyenzile intando katixo, nikwamkele okubekiweyo ngedinga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kufuneka ukuba nibe nomonde, ukuze nithi, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo, nizuzane nalo idinga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kufuneka ukuba nibe nomonde, ukuze nithi, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo, nizuzane nalo idinga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku kufuneka nibe nomonde, ukuze niphumelele ukwenza ukuthanda kukaThixo, nisizuze nesithembiso sakhe.