Hebrews 10:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuselixeshana elincinanana, waeya kwand’ ukuti lowo uzayo eze, angalibali ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kusaya kuba mzuzwana mncinanana, Athi lowo uzayo afike, angalibali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kusaya kuba mzuzwana mncinanana, Athi lowo uzayo afike, angalibali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku zithi *iziBhalo: “Kusasele umzuzwana nje aze lowo uzayo afike, angalibazisi.