Hebrews 10:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kungenzeki ukuba igazi lenkabi nebokwe lisuse izono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba akunakwenzeka ukuthi igazi leenkomo neleebhokhwe lisuse izono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku igazi leenkunzi zeenkomo neleebhokhwe alinakuzisusa izono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku igazi leenkunzi zeenkomo, neleebhokwe, alisoze lizisuse izono.