Hebrews 10:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
utshilo oko ukuti: Nanku ndisiza ukuyenza intando yako, Tixo! — uyasusa okwokuqala, ukuze amise okwesibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ubuye athi, Yabona, ndiza kwenza ukuthanda kwakho, Thixo.Ususa okokuqala, ukuze amise okwesibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke, Yabona, ndiza kwenza ukuthanda kwakho, Thixo. Ususa esokuqala, ukuze amise esesibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona uthi: “Ndiyeza ukuze ndenze intando yakho.” Ngoko ke uThixo uyayitshitshisa le nkqubo yokuqala, umilisela le yesibini.