Hebrews 11:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abo bateta into ezinjalo, bebonakalisa ekuhleni ukuba bayalifuna ilizwe lakowabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abo bathetha izinto ezinjalo, babonakalalisa ukuba bangxamele ikowabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abo bathetha izinto ezinjalo, babonakalalisa ukuba bangxamele ikowabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu abenjenje ukuthetha kucace mhlophe ukuba bafuna elakowabo,