Hebrews 11:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaloku kodwa bayalinqwenela elilungileyo ngakumbi, oko kukuti, elasezulwini. Ngako oko utixo akanantloni ngabo ukuba abizwe ngotixo wabo: ngokuba ebalungisele isixeko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ngoku bazolulela kwelona lilungileyo, oko kukuthi, kwelasemazulwini. Kungoko uThixo angenazintloni ngabo, ukuba kuthiwe unguThixo wabo, kuba ebalungisele umzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ngoku bazolulela kwelona lilungileyo, oko kukuthi, kwelasemazulwini. Kungoko uThixo angenazintloni ngabo, ukuba kuthiwe unguThixo wabo, kuba ebalungisele umzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Koko sibabona benxubele ilizwe elihle – izulu. Yiyo ke loo nto angenazintloni uThixo xa kuthiwa unguThixo wabo; kaloku ubalungiselele isixeko.