Hebrews 11:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngalo ukolo ute u‐Abrahame ekulingweni kwake wamnikela u‐Yisake, waza lowo ubezamkelele amadinga wamnikela okupela kwonyana wake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokholo uAbraham wamnikela uIsake, akulingwa; waye, owawamkelayo ngovuyo amadinga lawo, enikela okuphela kwawamzalayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokholo uAbraham wamnikela uIsake, ekuvavanyweni kwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokholo uAbraham wamnikela uIsake akuvavanywa nguThixo. Lo Abraham zazenziwe kuye izithembiso, nguye kanye lo wayeselemnikela unyana okwakukuphela kwakhe;