Hebrews 11:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
etelekelelisa ukuba utixo unamandla oku m vusa nakwabafileyo, owayete kanjalo ngomfanekiselo wabuya wamamkela kwa kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ecamanga ngokuthi, uThixo unako ukuvusa nakwabafileyo;apho athe ngoko Wamzuza ngokomzekeliso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ekubalele ngokuba uThixo unako ukuvusa nakwabafileyo; apho athe wamthabatha khona ngokomfanekiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uAbraham yena wayeqonda ukuba uThixo unako ukubavusa abafileyo – ngathi ke uThixo wamvusa kwabafileyo noIsake.