Hebrews 11:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kulo olu abadala bebenqi̔nelwe kakuhle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba amanyange angqinelwa ngokuba nalo olo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba amanyange angqinelwa ngokuba nalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bamandulo bagqwesa ngenxa yokuthembela kwabo kuThixo.