Hebrews 11:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
eqasha ngakumbi ukupatwa kakubi kunye nabantu bakatixo, ngapezu kwokuba nobuyolo besono obuhlala mzuzu kodwa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
enyula kanye ukuba aphathwe kakubi, ndawonye nabantu bakaThixo, kunokuba axhamle izono okomzuzwana;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
enyula kanye ukuba aphathwe kakubi, ndawonye nabantu bakaThixo, kunokuba axhamle isono okomzuzwana;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhetha ukuhlupheka kunye nabantu bakaThixo kunokuba axhamle isono nokuba ngumzuzwana nje.