Hebrews 11:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ebala isitukelwa sika‐Kristu ukuba sibubutyebi obukulu kwindyebo zase‐Jipete: ngokuba ebekangela ngakuwo umvuzo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ekubalele ukungcikivwa kukaKristu kububutyebi obungaphezu kobutyebi baseYiputa, kuba wayekhangele ukwamkela umvuzo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ekubalele ukungcikivwa kukaKristu kububutyebi obungaphezu kobutyebi baseYiputa, kuba wayekhangele ukwamkela umvuzo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingcikivo kaKrestu wayithatha njengento ebaluleke ngaphezu kwabo bonke ubutyebi baseJiputa, kuba wayenethemba lomvuzo ozayo.