Hebrews 11:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndize ndalekele ukuti nina ke? Ngokuba ixesha liya kundiswelela ukuba ndiyabalisa ngaye u‐Gideyone, no‐Baraki no‐Samsone, no‐Jefeta, no‐Davide, no‐Samyali, nabaprofite:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndisathetha ntoni na? Kuba ndingaphelelwa lixesha ndibalisa ngoGidiyon, kwanoBharaki, noSamson, noYifeta, kwanoDavide, noSamuweli, nangabo abaprofeti;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndisathetha ntoni na? Kuba ndingaphelelwa lixesha ndibalisa ngoGidiyon, kwanoBharaki, noSamson, noYifeta; ekaDavide, noSamuweli, neyabaprofeti;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibalisa ntoni na? Lingaphela tu ixesha ndithetha ngoGidiyon, noBharaki, noSamson, uJafta, noDavide, uSamweli, *nabashumayeli bamandulo.