Hebrews 11:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
utixo esazalelele tina into elungileyo ngakumbi nje, ukuze bona bangafezekiswa ngapandle kwetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uThixo esazalelele thina ngeyona nto ilungileyo, ukuze bangenziwa bagqibelele ngaphandle kwethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo esazalelele thina ngeyona nto ilungileyo, ukuze bangenziwa bagqibelele ngaphandle kwethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba kaloku uThixo ube nacebo limbi lilungileyo: uthande ukuba bangazixhamli izithembiso zakhe ngaphandle kwethu.