Hebrews 12:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba nisazi ukuba nasemveni kwoko, akufuna ukulizuza itamsanqa, waliwa; ngokuba engafumananga ndawo yokuguquka, nakuba walifunayo enenyembezi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba niyazi ukuba wathi kamva, ethanda ukuyidla ilifa intsikelelo, walahlwa; kuba akafumananga thuba languquko, noko wayingxamelayo ngeenyembezi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyazi ukuba wathi kamva, ethanda ukuyidla ilifa intsikelelo, walahlwa; kuba akafumananga thuba languquko, noko wayingxamelayo ngeenyembezi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo niyazi ukuba kamva wathi efuna ukuyibanga intsikelelo akamkeleka. Ewe, wayeyifuna nangeenyembezi, kodwa akayizuzanga, kuba akazange alifumane ithuba lokuguquka.