Hebrews 12:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
olizwi lake oko lashukumisa umhlaba, kodwa kaloku ubekile idinga lokuti: Kusekanye ndizamazamisayo kungenguwo umhlaba wodwa, kulilo izulu nalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
olizwi oko lawuzamazamisayo umhlaba; ngoku ke ubeke ngedinga, esithi, Kusaya kuba ngumzuzwana endiya kuthi mna ndinganyikimisi mhlaba wodwa, ndinyikimise nalo izulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
olizwi oko lawuzamazamisayo umhlaba; ngoku ke ubeke ngedinga, esithi, Kusaya kuba ngumzuzwana endiya kuthi mna ndinganyikimisi mhlaba wodwa, ndinyikimise nalo izulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ngelo xesha ilizwi lakhe lawugungqisa umhlaba, kodwa ngoku uthembise wathi: “Ndiya kuphinda, phofu ndingagungqisi umhlaba wodwa, koko nezulu ngenkqu.”