Hebrews 12:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku lento yokuti, Kusekanye, iyaxela ukuguqulwa kwezozinto zinokushukunyiswa, njengokwezinto ezenziweyo, ukuze zihlale zihleli ezozinto ezingenakushukunyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oku kuthi ke, Kusaya kuba ngumzuzwana, kubonakalalisa ukuguqulwa kwezinto ezizanyazanyiswayo, ngathi kokwezenziweyo, ukuze zihlale zona ezingenakuzanyazanyiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Eli ke lithi: Kusaya kuba ngumzuzwana, kubonakalalisa ukuguqulwa kwezinto ezizanyazanyiswayo, ngathi kokwezenziweyo, ukuze zihlale zona ezingenakuzanyazanyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
La mazwi athi “ndiya kuphinda” acacisa mhlophe ukuba izinto ezidaliweyo ziya kugungqiswa zisuswe, zize zithi izinto ezingagungqiyo zisale.