Hebrews 12:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kwa utixo wetu engumlilo odlayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba uThixo wethu ungumlilo odlayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku uThixo wethu ungumlilo odlayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo wethu ngumlilo olenyayo.