Hebrews 12:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba telekelelani lowo okunyamezeleyo ukupika okunjalo ngaboni ngakuye yena, ukuze ningadinwa ngokuncama emipefumlweni yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewe, mqondeni lowo ukunyamezeleyo ukumphikisa okungaka kwaboni, ukuze ningadinwa, ingatyhafi imiphefumlo yenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mqondeni lowo ukunyamezeleyo ukumphikisa okungaka kwaboni, ukuze ningadinwa, ingatyhafi imiphefumlo yenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene mkhumbuleni yena, kuba wamelana nayo yonke inkcaso yaboni. Xa nisenjenjalo ke niya kukhuthala ningatyhafi.