Hebrews 12:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba esiti uyehova lowo amtandayo amohlwaye, nabo bonke onyana abamkelayo ababete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba lowo imthandayo iNkosi iyamqeqesha, Ibatyakatye ke bonke oonyana ebamkelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba lowo imthandayo iNkosi iyamqeqesha, Ibatyakatye ke bonke oonyana ebamkelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba iNkosi iyabaqeqesha abo ibathandayo, ize imohlwaye unyana owamkelekileyo kuyo.”