Hebrews 12:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ukwohlwaywa niyakunyamezela, uti utixo anipate njengonyana; ngokuba nguwupina ongunyana ati uyise angamohlwayi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ninyamezela uqeqesho, uThixo woba uniphethe njengoonyana; kuba nguwuphi na unyana ongaqeqeshwayo nguyise?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ninyamezela uqeqesho, uThixo woba uniphethe njengoonyana; kuba nguwuphi na unyana ongaqeqeshwayo nguyise?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bunyamezeleni ubunzima, kuba yingqeqesho. Kaloku uThixo uniphethe njengoonyana bakhe. Nakha nambona phi unyana ongaqeqeshwayo nguYise?