Hebrews 12:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba nihlala ningenakwohlwaywa, abati bonke bakwamkele, kukona ningabantwana besisu, ningengabo onyana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke aniqeqeshwa, abathe baba ngamadlelane ngalo bonke, noba nina niyimigqakhwe ngoko, aningoonyana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke aniqeqeshwa, abathe baba ngamadlelane ngalo bonke, noba nina niyimigqakhwe ngoko, aningoonyana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ngaba aniqeqeshwa njengabo bonke oonyana, loo nto iya kuthetha ukuba aningabo oonyana ngenene, koko niyimigqakhwe.